Eyeziqalo 33:15 Ibhayibhile (XHO96)

Wathi uEsawu: “Xa kunjalo ke makushiyeke namanye amadoda kula ndihamba nawo.”Kodwa wathi uYakobi: “Hayi, akukho mfuneko; kwanele xa ndamkelekile kuwe.”

Eyeziqalo 33

Eyeziqalo 33:13-20