Eyeziqalo 33:13 Ibhayibhile (XHO96)

UYakobi uthe: “Kaloku abantwana bam baselula, yaye kufuneka ndicingele neegusha kunye namatakane azo, kuba ukuba zikhe zaxheshwa usuku nje olunye, zingafa zonke.

Eyeziqalo 33

Eyeziqalo 33:3-18