Eyeziqalo 33:11 Ibhayibhile (XHO96)

Zithathe kaloku ezi zipho ndikuphathele zona. UThixo undenzele ububele, wandipha yonke into ebendiyifuna.” UYakobi wamcenga uEsawu, wada woyisakala wazithatha ezo zipho.

Eyeziqalo 33

Eyeziqalo 33:6-12