Eyeziqalo 32:28 Ibhayibhile (XHO96)

Uthe ke loo mntu: “Akusokubuya kuthiwe unguYakobi, kuba kaloku wena ujijisene noThixo kwakunye nabantu, waphumelela. Ngoko ke kuya kuthiwa unguSirayeli igama lakho.”

Eyeziqalo 32

Eyeziqalo 32:19-32