Eyeziqalo 32:22 Ibhayibhile (XHO96)

Ngobo busuku wavuka uYakobi, wahamba nabafazi bakhe bobabini, namaqadi abo, kunye nabantwana bakhe abalishumi nanye, wawuwela umlambo iJabhoko.

Eyeziqalo 32

Eyeziqalo 32:17-30