Eyeziqalo 32:10 Ibhayibhile (XHO96)

Ububele ondenzele bona, nokunyaniseka kwakho, akundifanele, Nkosi. Ndayiwela iJordan ndingenanto, ndiphethe umsimelelo kuphela. Ngoku ndibuya ndihamba nala maqela mabini.

Eyeziqalo 32

Eyeziqalo 32:1-12