Eyeziqalo 31:43 Ibhayibhile (XHO96)

Wenjenje ukuphendula uLabhan: “Ziintombi zam ezi; naba bantwana bazo ngabam; nale mihlambi yeyam; nditsho yonke le nto ilapha. Kodwa ngenxa yokuba ndingenako ukubanqanda abantwana bam,

Eyeziqalo 31

Eyeziqalo 31:37-52