Eyeziqalo 31:41 Ibhayibhile (XHO96)

kule minyaka imashumi mabini ndinawe. Ndasebenza ishumi elinane leminyaka, ndifuna iintombi zakho. Ndabuya ndasebenza eminye emithandathu, ndisebenzela imfuyo. Kanti ke phezu koko uwuguqu-guqule kwada kwakalishumi umvuzo wam.

Eyeziqalo 31

Eyeziqalo 31:33-42