Eyeziqalo 31:32 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa ke ukuba kukho umntu apha onayo imilonde-khaya yakho, maze abulawe lowo. Ngoku sikhoyo sonke khangelani nantoni na eyeyenu, niyithathe.” UYakobi wayengazi ukuba imilonde-khaya kaLabhan ibiwe nguRakeli.

Eyeziqalo 31

Eyeziqalo 31:27-34