Eyeziqalo 30:38 Ibhayibhile (XHO96)

Wazigxumeka emijelweni kwezo ndawo kusela kuzo imihlambi. Loo nto wayenza kuba iinkunzi zazikhwela xa zize kusela.

Eyeziqalo 30

Eyeziqalo 30:29-42