Eyeziqalo 30:33 Ibhayibhile (XHO96)

Kuya kuba lula ke kamva ukuqonda xa ndibile. Uya kuthi uqonde ngaloo nto ke xa uze kuhlola ukuba ndibile na: xa uthe wafika ndingenazo iibhokhwe ezingcitha, kungekho nagusha imnyama, uya kwazi ukuba ndibile.”

Eyeziqalo 30

Eyeziqalo 30:28-37