Eyeziqalo 30:16 Ibhayibhile (XHO96)

Ukufika kukaYakobi, evela emasimini ngokuhlwa, uLeya wamkhawulela, wafika wathi: “Uza kulala nam ngokuhlwanje, kuba ndikuthenge ngemithuma yomntwanam.” Walala noLeya ke ngoko kuhlwa uYakobi.

Eyeziqalo 30

Eyeziqalo 30:12-18