Eyeziqalo 29:18 Ibhayibhile (XHO96)

UYakobi wayencwase uRakeli, waza wathi kuLabhan: “Ndokusebenzela iminyaka esixhenxe ukuba unokundivumela ndizeke intombi yakho encinci uRakeli.”

Eyeziqalo 29

Eyeziqalo 29:10-19