Eyeziqalo 29:13 Ibhayibhile (XHO96)

wathi noyise akuziva ezi ndaba zingomtshana wakhe uYakobi, waya kumhlangabeza wamgona, wamanga, wamngenisa endlwini. Uthe uLabhan akubaliselwa nguYakobi izinto ezenzekileyo,

Eyeziqalo 29

Eyeziqalo 29:10-22