Eyeziqalo 28:18 Ibhayibhile (XHO96)

Wavuka kwangentseni uYakobi. Wathatha elo litye wayeqamele ngalo, wenza ngalo isikhumbuzo; waligalela amafutha.

Eyeziqalo 28

Eyeziqalo 28:13-22