Eyeziqalo 28:14 Ibhayibhile (XHO96)

Inzala yakho iya kuba ngangentlabathi ubuninzi bayo. Yaye iya kuxanda, inabe kumacala onke. Zonke izizwe ziya kuthamsanqeliswa ngenxa yakho nenzala yakho.

Eyeziqalo 28

Eyeziqalo 28:11-16