Eyeziqalo 27:42-44 Ibhayibhile (XHO96)

42. Akuyixelelwa into ethethwe nguEsawu, uRabheka wabiza uYakobi, wathi kuye: “UEsawu ufuna ukukubulala.

43. Ke, nyana wam, uze wenze le nto ndiza kukuxelela yona. Zimela, ubalekele kumnakwethu uLabhan eHaran.

44. Uze uhlale khona ude udambe umsindo womkhuluwa wakho,

Eyeziqalo 27