Eyeziqalo 27:41 Ibhayibhile (XHO96)

UEsawu wamzonda uYakobi ngenxa yeentsikelelo awazifumana kuyise. Wadumzela wathi: “Iya kuze ifike yona imini yokuba angabikho utata; ndakuze ndimbulale uYakobi lo.”

Eyeziqalo 27

Eyeziqalo 27:35-43