Eyeziqalo 27:29 Ibhayibhile (XHO96)

Unga ungabuswa zizizwe,neentlanga zikhahlele kuwe.Yiba yinkosi kubantakwenu,ukhonzwe nangabantwana bakanyoko.Mabaqalekiswe abo bakuqalekisayo,basikelelwe abo bakusikelelayo.”

Eyeziqalo 27

Eyeziqalo 27:28-36