Eyeziqalo 26:30-32 Ibhayibhile (XHO96)

30. UIsake wabenzela isidlo, kwatyiwa, kwaselwa.

31. Ngengomso bavuka kwakusasa, bazenza izifungo zemvumelwano, banduluka, bahlukana bevana.

32. Ngaloo mhla izicaka zikaIsake zeza kumxelela ngomthombo ezawufumanayo, zawemba.

Eyeziqalo 26