Eyeziqalo 26:18 Ibhayibhile (XHO96)

Wabuya wayimba imithombo eyayimbiwe nguyise, kwaleya ayidibayo amaFilistiya akuba efile uAbraham. Wayibiza kwangalaa magama yayibizwa ngawo nguyise.

Eyeziqalo 26

Eyeziqalo 26:14-21