Eyeziqalo 26:1 Ibhayibhile (XHO96)

Kwafika indlala kwelo zwe, ngaphandle kwaleya yakhe yabakho ngexesha lika-Abraham. UIsake ke waya kuAbhimeleki, ukumkani wamaFilistiya, owayemi eGerare.

Eyeziqalo 26

Eyeziqalo 26:1-9