Eyeziqalo 25:26 Ibhayibhile (XHO96)

Elincinci lavela libambelele nkqi esithendeni sikaEsawu, kwathiwa ke lona nguYakobi. Ukuzalwa kwala mawele uIsake wayeselemashumi mathandathu ubudala.

Eyeziqalo 25

Eyeziqalo 25:22-28