Eyeziqalo 24:48 Ibhayibhile (XHO96)

Ndiguqile, ndinqula ndibulela uNdikhoyo uThixo ka-Abraham inkosi yam, lo undizise ngqo apha kwintombi engumzukulwana womtakwabo wenkosi yam engendela kunyana wayo.

Eyeziqalo 24

Eyeziqalo 24:40-51