Eyeziqalo 24:32 Ibhayibhile (XHO96)

Yahamba naye ke loo ndoda, yaya kowabo, uLabhan wazithula imithwalo iinkamela, wazipha nokutya. Weza namanzi, aza loo madoda ahlamba iinyawo.

Eyeziqalo 24

Eyeziqalo 24:28-38