Eyeziqalo 24:3 Ibhayibhile (XHO96)

Ndifuna ufunge phambi kukaNdikhoyo uThixo wezulu nomhlaba ukuba akusayi kumfunela umfazi unyana wam apha kwezi ntombi zaseKanana.

Eyeziqalo 24

Eyeziqalo 24:1-10