Eyeziqalo 24:22 Ibhayibhile (XHO96)

Zakugqiba ukusela iinkamela loo mfo wakhupha ijikazi legolide, waliqhoboshela empumlweni kaRabheka, wamfaka nezacholo zegolide ezingalweni.

Eyeziqalo 24

Eyeziqalo 24:21-30