Eyeziqalo 24:15 Ibhayibhile (XHO96)

Uthe engekaphezi nokuthandaza kwafika uRabheka emthonjeni, ethwele ingqayi yamanzi. Yena ke yintombi kaBhetuweli unyana kaNahore umninawa ka-Abraham. Unina kaBhetuweli nguMilika.

Eyeziqalo 24

Eyeziqalo 24:8-22