Eyeziqalo 23:13 Ibhayibhile (XHO96)

Waza wathi kuEfron, eviwa ngumntu wonke: “Ndiyakucela, ndiphe indlebe! Ndiza kukunika ixabiso lemali yalaa mhlaba. Yithathe le mali, ukuze nam ndixole, ndingcwabe khona umfikazi.”

Eyeziqalo 23

Eyeziqalo 23:7-20