Eyeziqalo 22:23-24 Ibhayibhile (XHO96)

23. UBhetuweli wazala intombi uRabheka. Aba bantwana basibhozo bazalwa nguMilika umka-Nahore umninawa ka-Abraham.

24. Iqadi likaNahore, uRewuma, lazala uTebha, noGaham, noTahashe, kunye noMahaka.

Eyeziqalo 22