Eyeziqalo 21:33-34 Ibhayibhile (XHO96) UAbraham watyala umthi apho eBheshebha. Apho ke wamnqula *uNdikhoyo uThixo uSonini-nanini. Wahlala kwelo lizwe