Eyeziqalo 21:19 Ibhayibhile (XHO96)

UThixo wawavula amehlo kaHagare, nako kubonakala umthombo. Waya kuzalisa loo ntsuba, waseza nomntwana wakhe.

Eyeziqalo 21

Eyeziqalo 21:12-28