Eyeziqalo 21:17 Ibhayibhile (XHO96)

UThixo wamva ekhala umntwana, kwavakala ilizwi lesithunywa livela ezulwini, lisithi kuHagare: “Ukhathazwa yintoni, Hagare? Sukoyika. UThixo umvile umntwana wakho kulaa ndawo umbeke kuyo.

Eyeziqalo 21

Eyeziqalo 21:13-28