Eyeziqalo 21:12 Ibhayibhile (XHO96)

Wavakala esithi uThixo kuye: “Hayi, sukuzikhathaza ngenxa yalo mntwana nesicakazana sakho. Yenza loo nto ithethwa nguSara wena, kuba kaloku abazukulwana bakho boba yinzala kaIsake.

Eyeziqalo 21

Eyeziqalo 21:3-19