Eyeziqalo 21:10 Ibhayibhile (XHO96)

Waya kuthi kuAbraham: “Wethu, sikhuphele ngaphandle esi sicakazana kunye nomntwana waso. Andiyi kuyivumela yona into yokuba lo mntwana wesi sicakazana sahlulelane ngelifa kunye noIsake umntwana wam!”

Eyeziqalo 21

Eyeziqalo 21:1-12