Eyeziqalo 20:8 Ibhayibhile (XHO96)

Wavuka kwangentseni uAbhimeleki, wazibiza zonke izicaka zakomkhulu, waza wazilawulela iphupha lakhe. Othuka kakhulu loo madoda.

Eyeziqalo 20

Eyeziqalo 20:1-11