Eyeziqalo 2:5 Ibhayibhile (XHO96)

kwakungekho zityalo emhlabeni. Kwakungekho nambewu intshulayo, kuba kaloku wayengekayinisi emhlabeni imvula uNdikhoyo; kwakungekho namntu wakuwulima umhlaba lowo.

Eyeziqalo 2

Eyeziqalo 2:1-12