Eyeziqalo 2:19 Ibhayibhile (XHO96)

UNdikhoyo uThixo wayethathe umhlaba wabumba zonke iinyamakazi neentaka, wazisa kuloo ndoda ukuba izithiye amagama. Zawafumana njalo ke amagama azo ezo zinto.

Eyeziqalo 2

Eyeziqalo 2:18-25