Eyeziqalo 19:33 Ibhayibhile (XHO96)

Ngobo busuku bamntyintya ngewayini, yaza ke intombi enkulu yamambatha. ULothe wayenxile kangangokuba akazange akuqonde okwaqhubekayo.

Eyeziqalo 19

Eyeziqalo 19:28-35