Eyeziqalo 18:32 Ibhayibhile (XHO96)

Wathi uAbraham: “Mhlekazi, selundinyamezela oku kokugqibela! Kuya kuthini ukuba lishumi linye kuphela abantu abamsulwa abalapho?”“Nokuba lishumi nje qha, andiyi kusitshabalalisa isixeko,” utshilo uNdikhoyo.

Eyeziqalo 18

Eyeziqalo 18:24-33