Eyeziqalo 18:19 Ibhayibhile (XHO96)

Ndimtyumbele ukuze aqeqeshele abantwana bakhe kunye nabazukulwana bakhe ekundithobeleni nasebulungiseni. Xa besenjenjalo ndozizalisekisa izithembiso zam kuAbraham.”

Eyeziqalo 18

Eyeziqalo 18:18-25