Eyeziqalo 18:10 Ibhayibhile (XHO96)

Lwathi olunye undwendwe: “Malunga neli xesha kunyaka ozayo ndobe ndibuye. USara umkakho woba enomntwana oyinkwenkwe.”USara wabavela emi emva kwabo ngasemnyango.

Eyeziqalo 18

Eyeziqalo 18:2-16