Eyeziqalo 17:8 Ibhayibhile (XHO96)

Lo mhlaba ungumfiki kuwo, ndiza kukunika wona uwume kunye nenzala yakho. Wonke umhlaba waseKanana uya kumiwa yinzala yakho ngalo lonke ixesha, mna ndibe nguThixo wabo.”

Eyeziqalo 17

Eyeziqalo 17:6-17