Eyeziqalo 17:23 Ibhayibhile (XHO96)

Kwangaloo mini uAbraham wamthobela uThixo, wamalusa uIshmayeli nawo onke amanye amaduna emzini wakhe. Walusa izicaka ezazalelwa kwakhe, kwanezo zazithengiwe.

Eyeziqalo 17

Eyeziqalo 17:21-27