Eyeziqalo 17:21 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa wona umnqophiso wam ndiya kuwugcinela unyana wakho uIsake, oya kuzalwa nguSara malunga neli xesha kunyaka ozayo.”

Eyeziqalo 17

Eyeziqalo 17:10-27