Eyeziqalo 16:12 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa yena unyana wakho uya kuziphatha okweqwarha;uya kuchasa wonke ubani,angafunwa ngumntu wonke naye.Uya kuhlala elikheswa phakathi kwabantu bakowabo.”

Eyeziqalo 16

Eyeziqalo 16:2-15-16