Eyeziqalo 15:2 Ibhayibhile (XHO96)

Uphendule wathi uAbram: “Mhlekazi Ndikhoyo, iya kundinceda ntoni loo nto? Yintoni ongandibonelela kuyo ndingenabantwana nje? Nàlo uza kuba yindlalifa yam nguElizere waseDamasko.”

Eyeziqalo 15

Eyeziqalo 15:1-3