Eyeziqalo 14:5 Ibhayibhile (XHO96)

Kunyaka weshumi linane uKedor-lahomere namakholwane akhe badibanisa imikhosi yabo, bawachitha amaRafa eAshtaroti-karnayim, amaZuzi eHam, namaEma ethafeni laseKiriyatayim.

Eyeziqalo 14

Eyeziqalo 14:1-13