Eyeziqalo 13:7 Ibhayibhile (XHO96)

Kwabakho ingxwaba-ngxwaba phakathi kwamadoda alusa impahla ka-Abram namadoda alusa ekaLothe. AmaKanana namaPerezi ayesahlala kwelo zwe.

Eyeziqalo 13

Eyeziqalo 13:1-8