Eyeziqalo 13:18 Ibhayibhile (XHO96)

UAbram ke wazikhulula iintente, wemka waya kuma ngakwimithi yaseMamre eHebron, apho wamenzela khona uNdikhoyo iqonga lamadini.

Eyeziqalo 13

Eyeziqalo 13:12-18